Xhosa HL P1 Memo Sept2024
Xhosa HL P1 Memo Sept2024
Xhosa HL P1 Memo Sept2024
SENIOR CERTIFICATE
IBANGA 12
SEPTEMBA 2024
AMANQAKU: 70
Hosted by www.ecexams.co.za.
2 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P1 (EC/SEPTEMBA 2024)
UMBUZO 1
Hosted by www.ecexams.co.za.
(EC/SEPTEMBA 2024) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P1 3
ISICATSHULWA A
Hosted by www.ecexams.co.za.
(EC/SEPTEMBA 2024) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P1 5
AMANQAKU ECANDELO A: 30
ICANDELO B: ISISHWANKATHELO
UMBUZO 2
UKUMAKISHWA KWESISHWANKATHELO
QAPHELA
• Imo
o Nokuba isishwankathelo sibhalwe ngemo engachanekanga,
masiphononongwe.
• Ubalo-magama
o Abakorekishi kulindeleke ukuba baliqinisekise inani lamagama
asetyenzisiweyo.
o Musa ukuthabatha amanqaku ukuba umlingwa akalibonakalisanga inani
lamagama asetyenzisiweyo okanye ukuba inani lamagama libonakaliswe
ngokungachanekanga.
o Ukuba udlule kwinani eliqingqiweyo, funda de uye kusigqiba isivakalisi
eso, ze ungakuhoyi okulandelayo.
o Izishwankathelo ezibhalwe zazifutshane kodwa zinazo zonke iingongoma
ezifunekayo okanye ezilindelekileyo mazinganyityelwa manqaku.
Hosted by www.ecexams.co.za.
(EC/SEPTEMBA 2024) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P1 7
UCAPHULO IINGONGOMA
1 Qala namhlanje wenze isicwangciso 1 Zenzele isicwangciso sakho
sakho senkqubo yezifundo zakho senkqubo yokufunda osinqwenelayo.
ngokwendlela yeminqweno
yempumelelo ofuna ukuyifezekisa.
2 Seka iqela labafundi enizakuthi 2 Yiba neqela lokufunda nabelane
nincedisane ngokwabelana ngamaxesha.
ngokomsebenzi wezifundo zenu
3 Yiba nenxaxheba oyenzayo kwiqela 3 Thatha inxaxheba yokucacisa ukuze
ofunda nalo enje ngokuncedisa abanye kubetheleleke ulwazi kuwe.
oogxa bakho xa kufuneka kucaciswe
izifundo, oko kukuncedisa
ekubethelelekeni kolwazi lwesifundo
eso.
4 Fundela kwindawo engenangxolo, 4 Makube lucwangco kwindawo
ibenesitulo,itafile kwaye ofundela kuyo, ibenesitulo, itafile,
ibenokukhanya okwaneleyo ikhanye kakuhle.
nokufanayo, ngokuyeleleneyo negumbi
lokubhalela iimviwo zakho.
5 Bhala ubuncinane amagama angama- 5 Khumbuza ingqondo yakho
400 rhoqo ngosuku,ukukhumbuza ngokubhala amagama angama-400
ingqondo yakho ngokufundileyo. rhoqo ngosuku koko sele ukufundile.
6 Ziqhelanise nendlela yokuqinisekisa 6 Ziqhelanise nezakhono zohlaziyo-
ukukhumbula okufundileyo ngokuthi sifundo ngokushwankathela, uzobe,
rhoqo udibanise iindlela ezi ucule, ngaxa limbi unike umhlobo
njengokubhala, ukuzoba, wakho afunde oko
ukushwankathela, ukucula okanye ukubhalileyo,ukuze kwande
ukufundisa umhlobo ukwandisa ukuqonda.
ukuqonda.
7 Ngexesha leemviwo, fika kwangethuba 7 Fika kwangethuba kwigumbi
kwigumbi oza kubhalela kulo, oko kuya leemviwo ukuze ukwazi ukuzinza
kukunceda ukwazi ukulawula ixhala, kakuhle engqondweni, ucwangcise
ucwangcise, uyile umsebenzi kakuhle.. umsebenzi wakho kakuhle.
UKUBHALA NGOKOMHLATHI
AMANQAKU ECANDELO B: 10
UKUMAKISHA ICANDELO C
• Upelo
o Iimpendulo eziligama elinye mazimakishwe njengezichanekileyo nokuba
upelo aluchanekanga, ngaphandle kokuba isiphene silahla intsingiselo
efunwayo yegama.
o Kwiimpendulo ezizizivakalisi ezipheleleyo, upelo olungachanekanga
luya kohlwayelwa xa isiphene sikweso sakhi solwimi sivavanywayo.
o Xa kuvavanywa izifinyezi, impendulo mayifakwe iziphumlisi
ngokuchanekileyo.
o Ulwakhiwo lwezivakalisi kufuneka luchaneke ngokwemigaqo yolwimi
kwaye lusetyenziswe kwizivakalisi ezipheleleyo njengoko umbuzo
uyalela.
o Ngokubhekiselele kwimibuzo ekhethisa impendulo echanekileyo,
yamkela ZOMBINI, unobumba ohambelana nempendulo echanekileyo
KUNYE/OKANYE impendulo ebhalwe ngokupheleleyo.
Hosted by www.ecexams.co.za.
(EC/SEPTEMBA 2024) ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P1 9
OKANYE
4.2 Kukuvala kwakhe iLap-top xa ebona abazali bakhe bemi emva kwakhe,
kanti kwisakhelo-1 ubeqwalasele ngomdla kuyo, eyicofa. (2)
4.3 Umama notata kaSenzo bathe gqaa amehlo amakhulu. bathetha nga-
xeshanye. / bavule imilomo bobabini Umama kaSenzo ubambelele
emqolo kutata, yena utata uzithe naa iingalo / uzivule zombini ngesinye
isandla ebambelele kuSenzo.
AMANQAKU ECANDELO C: 30
AMANQAKU EWONKE EPHEPHA: 70
Hosted by www.ecexams.co.za.